Ucwangciso LweNdibano Yesiphaluka Ka-2018-2019​—Kunye Nomveleli Wesiphaluka

Sebenzisa olu cwangciso ukuze uhambisane nezithethi kule ndibano. Umxholo wale ndibano uthi ‘Ungoyiki Nto!’

Ungoyiki Nto!

Kutheni kusenokuba nzima ukuba nesibindi, ibe yintoni engasinceda sibe naso?

Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo

Le mibuzo iza kuphendulwa ebudeni bocwangciso.