Phila Ubomi Obumnandi!​—Qalisa Ukufunda IBhayibhile

Le ncwadi inokukunceda uqalise ukuba nesifundo seBhayibhile mahala kunye neNgqina LikaYehova.

Mhlawumbi Ungayithanda Nale

IMIBUZO ABANTU ABAQHELE UKUYIBUZA

Kuthetha Ukuthini Ukufundelwa IBhayibhile NgamaNgqina KaYehova?

Xa ufundelwa liNgqina likaYehova ungasebenzisa neyiphi na inguqulelo yeBhayibhile. Ungayimema yonke intsapho yakho kunye nabahlobo.