Yiya kwinkcazelo

UYehova Ukuphela KoThixo Oyinyaniso

Kwakungenkulungwane ye-10 B.C.E., ibe yonke into yayilungele elona dabi likhulu kuwo onke awakha akho emhlabeni phakathi kokulungileyo nokubi. UEliya eyedwa wayengqongwe ngabantu abangenalukholo, ukumkani owexukileyo nababingeleli abangababulali. Funda ngendlela uYehova awazenza waziwa ngayo njengekuphela koThixo oyinyaniso nendlela aqhubeka esenza ngayo namhlanje.

Isekelwe kweyoku-1 yooKumkani 16:29-33; 17:1-7; 18:17-46; neyoku-1 yooKumkani 19:1-8.