Yiya kwinkcazelo

Uyamenywa: Kwindibano YamaNgqina KaYehova Ka-2023 Ethi “Yibani Nomonde”!

Uyamenywa: Kwindibano YamaNgqina KaYehova Ka-2023 Ethi “Yibani Nomonde”!

Sikudinga kakhulu ngoku ukuba nomonde. Kodwa kuthetha ukuthini kanye kanye ukuba nomonde? Inokubutshintsha njani ubomi bethu? Khawuze uzokuba nathi kwindibano ka-2023 ethi “Yibani Nomonde”!.