Ukunceda Abantu

UKUNCEDA ABANTU

Abantu Abaze Nethemba Kugqatso Lweebhayisekile EFransi

AmaNgqina KaYehova abeka iitroli kwiindawo ezahlukahlukeneyo ukuze athuthuzele aze anike abantu ithemba.

UKUNCEDA ABANTU

Abantu Abaze Nethemba Kugqatso Lweebhayisekile EFransi

AmaNgqina KaYehova abeka iitroli kwiindawo ezahlukahlukeneyo ukuze athuthuzele aze anike abantu ithemba.

AmaNgqina KaYehova Enza Ntle IRostov-on-Don

Isixeko saseRostov-on-Don, eRashiya, sabhala ileta ebulela amaNgqina KaYehova ngokwenza ntle isixeko.

AmaNgqina KaYehova Afundisa Abazali Nabantwana Ukuba Bazikhusele Ekuxhatshazweni Ngokwesondo

Kangangamashumi eminyaka, amaNgqina kaYehova aye apapasha aza asasaza inkcazelo ekhuthaza ulwalamano oluhle kwiintsapho.

Ukunceda Ulutsha Lumelane Nokuntlontwa Esikolweni

UHugo, oneminyaka elishumi, wafumana imbasa iDiana ngenxa yokunceda abanye bakwazi ukumelana nokuntlontwa. Lo mfana wakwazi njani ukuba ngummeli wabantu abantlontwayo?

Kuncedwa Abantwana BaseThailand Baphumelele Esikolweni

AmaNgqina kaYehova aseThailand aba kwiphulo lokunceda abantwana besikolo baphumelele. Bathini oonobhala, ootitshala nabazali?

AmaNgqina KaYehova EHungary Ayanconywa

Umlambo iDanube wawuqala ngqa ukuphuphuma eHungary. AmaNgqina kaYehova anceda ekukhuseleni umonakalo onokubangelwa zizikhukula.

Umcimi Womlilo Ongekho Msebenzini Usindis’ Ubomi

USerge Gerardin ongumcimi-mlilo neNgqina likaYehova eFransi, wakhawuleza wanceda kwingozi yemoto waza wasindisa ubomi babantu.

AmaNgqina KaYehova Awongwa Ngenxa Yokunceda Amabanjwa

Yiyiphi into ekhethekileyo eyenziwa ngamaNgqina kaYehova asithoba ukuze ancede amabanjwa entolongo enkulu yeembacu yaseOstreliya?

I-JW.ORG—Iphucula Ubomi Babantu

Abantu abahlukahlukeneyo emhlabeni wonke babalisa indlela amacebiso eBhayibhile abancede ngayo baphucula ubomi babo.

Ukoyisa Ikhethe Ngemfundiso YeBhayibhile

AmaNgqina kaYehova akholelwa kwelokuba zonke iintlanga ziyalingana emehlweni kaThixo.

Isitshingitshane KwiiPhilippines—Ukholo Loyisa Ubunzima

Abasindayo kule ntlekele babalisa ngendlela iSitshingitshane uHaiyan esabathwaxa ngayo.

Izikhukula ZaseAlberta

AmaNgqina kaYehova ancedise njani kwizikhukula zaseAlberta, eKhanada?

Incwadi Yamabali EBhayibhile Ihanjiswa Ezikolweni

Incwadi Yam Yamabali EBhayibhile inamabali aluncedo kubafundi abangamawaka-waka kwiiPhilippines, ezithetha isiPangasinan. Njani?

KwiSky Tower Kusindiswa Ubomi Bomntu

INgqina likaYehova elineminyaka eyi-80 lancedisa amapolisa ekusindiseni enye indoda eyayiza kutsiba kwisakhiwo esiyiSky Tower, eNew Zealand.

Ukuphuma Entolongweni Ukusa Empumelelweni

UDonald, owayelibanjwa, ucacisa indlela ukufunda iBhayibhile okwamnceda ngayo wamazi uThixo, wenza utshintsho ebomini bakhe waza wangumyeni ongcono.

AmaNgqina KaYehova Afumana Imbasa Ngenxa Yokukhusela Indalo

Izakhiwo ekuprintelwa kuzo ngamaNgqina kaYehova eMexico zifumene imbasa yeClean Enterprise, lo ngunyaka wesixhenxe efumana le mbasa.

Ukutshintsha Ubomi Bamabanjwa

AmaNgqina kaYehova eSpeyin afundisa iBhayibhile amabanjwa ayi-600. Funda ngendlela imfundiso yeBhayibhile eyabutshintsha ngayo ubomi belinye ibanjwa.

Xa Kukho Intlekele, Uthando Lusiqhubela Esenzweni

Kumazwe amaninzi, amaNgqina kaYehova anikela uncedo olufunekayo.

Bahlangulwa Beza Kuzibulala

Amabali okwenene enzeka ehlabathini ayathuthuzela yaye anika ithemba.

“Ningumzekelo Omhle!”

Emva kwesikhukula nokugqunyelelwa kwabantu ludaka eItaly, iqela labantu ababesebenza ngokuzithandela lasebenza lisusa udaka nengqushu.

Amawaka Abantu Afunda Ukulesa Nokubhala

Funda amava abantu abasehlabathini lonke abaye bazuza kwiiklasi zokufunda ukulesa nokubhala ezilungiselelwe ngamaNgqina kaYehova.

AmaNgqina KaYehova Anceda Amabanjwa Amazi UThixo

AmaNgqina kaYehova afikelela njani kumabanjwa akwiindawo zokulungisa izimilo zabantu afuna ukuncedwa azi uThixo?