Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

EKazakhstan

Religious Center of Jehovah’s Witnesses in the Republic of Kazakhstan

187 Auezov Street,

Kalkaman-2 micro-district,

ALMATY,

KAZAKHSTAN

+7 727-232-36-62

+7 727-226-30-42

+7 777-223-19-89 (Mobile)

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Ithabatha iyure enemizuzu engama-30

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi ezithetha ngeBhayibhile ngesiKazakh (isiCyrillic), isiKazakh (isiArabhu), nesiUighur (isiCyrillic).

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.