Yiya kwinkcazelo

Ngaba Ukungcakaza Sisono?

Ngaba Ukungcakaza Sisono?

Impendulo esuka eBhayibhileni

Nangona iBhayibhile ingathethi ngokweenkcukacha ngokungcakaza, sinokuzigqibela ngokusuka kwimigaqo yeBhayibhile ukuba kusisono.—Efese 5:17. a

a Ukungcakaza kuchazwa eBhayibhileni xa kuthethwa ngamajoni amaRoma awenza amaqashiso, okanye angcakaza kuba efuna iimpahla zikaYesu.—Mateyu 27:35; Yohane 19:23, 24.