Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IJW LIBRARY

Iindawo Ozifundileyo—KwiAndroid

Iindawo Ozifundileyo—KwiAndroid

I-JW Library ikhumbula onke amanqaku okanye izahluko zeBhayibhile ozifundileyo. Oku kuluncedo, ngokomzekelo, xa ufuna ukubuyela kwisibhalo ubukhe wasifunda.

Landela le miyalelo ukuze ujonge iindawo ozifundileyo:

 Buyela Kwiindawo Ozifundileyo

Cofa olu phawu ukuze ubone uludwe lwezibhalo namanqaku ubukhe wawafunda. Cofa isibhalo okanye inqaku ukuze ubuyele kulo.

 Zisuse Iindawo Ozifundileyo

Cofa olu phawu ukuze ubone iindawo ozifundileyo. Cofa u-Clear ukuze ususe yonke into.

Ezi zinto zakhululwa ngoMeyi 2014 neJW Library 1.2, ehambelanayo neAndroid 2.3 okanye ezilandelayo emva kwayo. Ukuba awuziboni ezi zinto, nceda ulandele imiyalelo ekwinqaku elithi “Sebenzisa IJW LibraryKwiAndroid,” ngaphantsi kwendawo ethi Fumana Izinto Ezintsha.